Eastern Cape's trusted online news source
BREAKING NEWS
IEC warns of misinformation ahead of 2026 Local Government Elections N2 bridge repairs bring relief to commuters in OR Tambo Eastern Cape premier urges unity ahead of elections
Advertise HereReach 1000s of readers
BREAKING NEWS | Eastern Cape ramps up preparations for 2026 LGE
Skip to content
BREAKING NEWS
Business

Inyanga ka February kukhangeleka izakuba yinyanga enzima kubaqhubi bezithuthi nanje ngoko kulindeleke ukunyuka kwamaxabiso wamafutha wezithuthi.

By Reporter29 January, 20250 comments

Ngokweenkcukacha zamva nje zeCentral Energy Fund, amaxabiso edizili anokunyuka ngaphezulu kweRandi enye ilitha, ngelixa ipetroli inokunyuka malunga neesenti ezingama-90 ilitha.

Iparafini nayo kulindeleke ukuba yenyuke ngento esondeleyo kwi-R1. Ezona zinto ziphambili ezibangela oku kunyuka yirandi ebuthathaka kunye nokunyuka kwamaxabiso e-oyile.

Isibhengezo sexabiso lepetroli esisemthethweni sisalindelwe, kodwa amaxabiso amatsha amiselwe ukusebenza ngoLwesithathu, umhla wesi-5 kuFebruary.

Author

More like this