Eastern Cape's trusted online news source
BREAKING NEWS
IEC warns of misinformation ahead of 2026 Local Government Elections N2 bridge repairs bring relief to commuters in OR Tambo Eastern Cape premier urges unity ahead of elections
Advertise HereReach 1000s of readers
BREAKING NEWS | Eastern Cape ramps up preparations for 2026 LGE
Skip to content
BREAKING NEWS
Education

Umbutho we-EFF ukhuphe iR100,000 kwisikolo sikarhulumente saseRhawutini

By Reporter1 February, 20250 comments

Isikolo iLufhereng Secondary School, nangona sisebenza ngaphandle kwamagumbi okufundela angoomahamba-nendlwana ngenxa yokungabikho kwesakhiwo esisisigxina, siphumelele ngo-100% ngo-2024.

Usihlalo weEFF eRhawutini, uNkululeko Dunga, uthe olu ncedo lwenziwe kutyelelo lokongamela olukhokelwa yinkokeli yombutho uJulius Malema kule veki. “I-EFF yaseRhawutini izakuqhubeka nokuthethelela ukusonjululwa kwemiba yenkqubo kwicandelo lezemfundo,” utshilo.

“Ngokusebenzisa abameli bakarhulumente, lo mbutho usazimisele ekuqinisekiseni ukuba bonke abafundi bayafikelela kwimfundo esemgangathweni, imigaqo-nkqubo yokwamkelwa kwabafundi ezikolweni inobulungisa kwaye akukho mntwana ushiyekayo.”

Author

More like this