Ufungiwise uCeba we-EFF eMbashe
UCeba uNosimpiwe Ngqola wenze isifungo sakhe ngokusesikweni phambi koSomlomo. Lo msitho ubalulekileyo ulandela isithuba sakutsha…
Azisekho iimoto zodidi okanye iinqwelomoya zodidi lokuqala zabaPhathiswa.
Azisekho iimoto zodidi okanye iinqwelomoya zodidi lokuqala zabaPhathiswa.Unobhala jikelele weANC uFikile Mbalula ubhengeze ukuba kuthotyiwe…
Indoda ebanjwe ngezityholo zokuxhwila nokubulala umfundi weBanga le-12.
Indoda eneminyaka engama-23 ubudala yabanjwa eKanyamazane, eMpumalanga ngezityholo zokubulala intwazana eneminyaka elishumi elinesixhenxe, nomzimba wayo…
Ulishiyile eli uYolanda Nyembezi obeyimvumi kweli.
Imvumi yeAfro-soul kunye nombhali weengoma uYolanda Nyembezi, nowaziwa ngelikaYallunder, usweleke eneminyaka engamashumi amathathu.
Umprofeti uShepherd Bushiri kunye nenkosikazi yakhe uMary baza kuthunyelwa eMzantsi Afrika.
Umprofeti uShepherd Bushiri kunye nenkosikazi yakhe uMary baza kuthunyelwa eMzantsi Afrika.
Ingxelo yokwanda kwezicelo zsenkxaso-mali yoNcedo lweNtlalo SRD.
Isibonelelo se-SRD yintlawulo yenyanga engama-R370 ejoliswe ukunceda abemi boMzantsi Afrika abajongene nobunzima bemali.
A missing person alert.
Police are seeking the assistance of the public in finding a missing 23-year-old man, Aphelele…
Ulishiyile eli uSiposethu Nel ipolisa lakuGatyana.
USiposetu Nel wakuGatyana nobelipolisa eMthatha uye walishiya eli.
Indoda efunyenwe inetyala lokubulala intombi, ijongene nesigwebo.
Ufunyenwe enetyala yinkundla ephakamileyo yaseMpuma Koloni eGqeberha, uReinhardt Leach, enetyala lokubulala, ukuphanga, nokuba nompu neembumbulu…
U-SARS ukuthengisa i-Royal AM Football Club
Inkonzo yeRhafu yoMzantsi Afrika (SARS) iqinisekise ukuba izakuthengisa iRoyal AM Football Club ukuze ibuyise izigidi…
