Eastern Cape's trusted online news source
BREAKING NEWS
IEC warns of misinformation ahead of 2026 Local Government Elections N2 bridge repairs bring relief to commuters in OR Tambo Eastern Cape premier urges unity ahead of elections
Advertise HereReach 1000s of readers
BREAKING NEWS | Eastern Cape ramps up preparations for 2026 LGE
Skip to content
BREAKING NEWS
Politics

Ufungiwise uCeba we-EFF eMbashe

By Reporter17 March, 20250 comments

Namhlanje, uSomlomo weBhunga kuMasipala waseMbhashe, uCllr Babalwa Majavu, uye wafungisa uCeba omtsha we-Economic Freedom Fighters (EFF) Proportional Representative (PR).

UCeba uNosimpiwe Ngqola wenze isifungo sakhe ngokusesikweni phambi koSomlomo. Lo msitho ubalulekileyo ulandela isithuba sakutsha nje esishiywe nguCeba uAsanda Matshobeni, nochongwe ukuba asebenze kwiNdlu yoWiso-mthetho njengelungu lePalamente.

UCllr Majavu wamkele uceba, onokuthi ngoku athathe inxaxheba kushishino olusemthethweni lweBhunga kwaye umnqwenelele okuhle kodwa ekusebenzeleni abantu baseMbhashe ngentembeko nokuxhasa isifungo sakhe

Author

More like this