Ad image

Business

Amalungu eCIAG azokundwendwela eMelika.

I-Cape Independence Advocacy Group (CIAG) ibhengeze izicwangciso zokuthumela igqiza labo eMelika ukuya kufuna inkxaso yezemali kunye nenkxaso yezozakuzo kwiphulo labo…

Inyanga ka February kukhangeleka izakuba yinyanga enzima kubaqhubi bezithuthi nanje ngoko kulindeleke ukunyuka kwamaxabiso wamafutha wezithuthi.

Ngokweenkcukacha zamva nje zeCentral Energy Fund, amaxabiso edizili anokunyuka ngaphezulu kweRandi enye ilitha, ngelixa ipetroli inokunyuka malunga neesenti ezingama-90 ilitha.…

Libanjiwe ilungu lebhodi le South African Airways.

UYakhe Kwinana (60) oyiChartered Accountant nokwayesakuba lilungu lebhodi yeSouth African Airways (SAA) ubanjiwe kwaye ujongene namatyala amaninzi anxulumene nodushe loonoteksi…

- Advertisement -
Ad imageAd image