IBhunga lezoMthetho woMzantsi Afrika lifuna ukuba lowo wayesakuba nguMkhuseli woLuntu agxothwe kuluhlu lwabameli belizwe.
IBhunga lezoMthetho woMzantsi Afrika lifuna ukuba lowo wayesakuba nguMkhuseli woLuntu, u-Advocate Busisiwe Mkhwebane, agxothwe kuluhlu…
Ukunyuswa kweVAT nge 0.5%.
Umphathiswa wezemali uEnoch Godongwana uthi iDA ibhalele umongameli uCyril Ramaphosa imbalelwano ivuma ukunyuswa kweVAT nge0.5…
uMnu. Zweli Masilela uzakuqubisana neKomishini yeMfezeko yombutho.
Unobhala-jikelele we-ANC uFikile Mbalula ungqinile ukuba unondyebo weANCYL uZwelo Masilela uzakuqubisana neKomishoni yeMfezeko yombutho kulandela…
Ufungiwise uCeba we-EFF eMbashe
UCeba uNosimpiwe Ngqola wenze isifungo sakhe ngokusesikweni phambi koSomlomo. Lo msitho ubalulekileyo ulandela isithuba sakutsha…
Umbutho we-EFF ukhuphe iR100,000 kwisikolo sikarhulumente saseRhawutini
Umbutho we-EFF ukhuphe iR100,000 kwisikolo sikarhulumente saseRhawutini
Umphathiswa wezokhuselo uAngie Motshekga ugxekwa yi ActionSA ngokubhubha kwamalungu e-SANDF.
I-ActionSA igxeke izinto eziphambili kumphathiswa wezokhuselo kunye namagqala omkhosi uAngie Motshekga emva kokubhubha kwamalungu e-SANDF…
Umbutho i-EFF inikezele ngee laptop kwisikolo esise Soweto i-Ekuthuleni.
Inqununu yesikolo samabanga aphantsi i-Ekuthuleni eSoweto, uMnu. Munyai, ubulele i-EFF ngokunikela ngeelaptop ezingama-46, ipeyinti kunye…
Umbutho wolutsha weAfrican National Congress Youth League (ANCYL) uthi iinkampani zemigodi zihluthe izimbiwa zeli logama zinika imbuyekezo encinane kwiindawo ezisebenza kuzo.
NgoLwesihlanu, umbutho wolutsha kunye nombutho wolutsha we-National Union of Mineworkers (NUM) babambe uqhankqalazo ngaphandle kweBhunga…


