Umqhubi weteksi uthyolwa ngukudlwengula intwazana ibikwele kwiteksi yakhe.
Kubanjwe umqhubi weteksi yaseMakhanda oneminyaka engamashumi amane anesithathu (43) ngezityholo zokuzithathela ngolunya kulomhlaba ungezantsi kwintwazana…
Ipolisa elinamashumi amane eminyaka ubudala laseMalmesbury libanjiwe ngezityholo zokudlwengula owasetyhini oneminyaka engamashumi amane ananye esiseleni samapolisa.
Ipolisa elinamashumi amane eminyaka ubudala laseMalmesbury libanjiwe ngezityholo zokudlwengula owasetyhini oneminyaka engamashumi amane ananye esiseleni…
Indoda (28) ibanjelwe ukuba nomntwana nentwazana eneminyaka elishumi elinesithathu (13) ubudala.
Indoda (28) ibanjelwe ukuba nomntwana nentwazana eneminyaka elishumi elinesithathu (13) ubudala.
Abasebenzi basezimayini abangekho mthethweni baseStilfontein babhenela ekutyeni inyama yabantu phantsi kweemeko ezimaxongo.
Abasebenzi basezimayini abangekho mthethweni baseStilfontein babhenela ekutyeni inyama yabantu phantsi kweemeko ezimaxongo.
Ingozi kwindlela u-N2 kufutshane naseGonubie eMonti.
Abantu ababini babhile, abanye abahlanu bonzakele, kwingozi ebandakanye iimoto ezintathu ku-N2 kufutshane naseGonubie Farmers. Le…