Ulishiyile eli uSiposethu Nel ipolisa lakuGatyana.
USiposetu Nel wakuGatyana nobelipolisa eMthatha uye walishiya eli.
Indoda efunyenwe inetyala lokubulala intombi, ijongene nesigwebo.
Ufunyenwe enetyala yinkundla ephakamileyo yaseMpuma Koloni eGqeberha, uReinhardt Leach, enetyala lokubulala, ukuphanga, nokuba nompu neembumbulu…
Abarhanelwa abane, abaquka abasebenzi benkampani enesivumelwano sokusebenza ekulungiseni ii-ATM eziqhushumbisiweyo, babanjiwe emva kokufunyanwa benemali emdaka.
Abarhanelwa abane, abaquka abasebenzi benkampani enesivumelwano sokusebenza ekulungiseni ii-ATM eziqhushumbisiweyo, babanjiwe emva kokufunyanwa benemali emdaka.…
Kubhubhe abantu ababini kulandela ukungqubana kwemoto yohlobo lweVW Polo kunye neveni yohlobo lweToyota kuhola wendlela uN2, phakathi kweDutywa neGcuwa.
Kubhubhe abantu ababini kulandela ukungqubana kwemoto yohlobo lweVW Polo kunye neveni yohlobo lweToyota kuhola wendlela…
Abathengisi ngemizimba ababini abagwetywe ubomi entolongweni ngokubulala indoda eneminyaka engama-29 ubudala.
URefilwe Mokgotlo kunye noJulia Rihlampfu bagwetywe yiNkundla ePhakamileyo yaseRhawutini ngokukrwitsha le ndoda ngentambo yokutshaja iselula.…
Indoda ebanjwe neziyobisi ezixabisa iR9 million kulindeleke ukuba ivele kwinkundla kamantyi yakuKomani namhlanje.
Indoda ebanjwe neziyobisi ezixabisa iR9 million kulindeleke ukuba ivele kwinkundla kamantyi yakuKomani namhlanje. Ubanjwe ngempelaveki…
I-SASSA kunye ne-Postbank zibongoza abaxhamli begranti yezentlalo-ntle ukuba batshintshe amakhadi abo aGolide akwa-SASSA benze amakhadi aMnyama asePosini amatsha phambi komhla we 28 February.
Onke amaKhadi eGolide akwa-SASSA akhoyo akumntu wonke aza kuyeka ukusebenza ngomhla wama-28 kuFebruwari 2025, nokuba…
Umbutho woKhuselo weSizwe woMzantsi Afrika (iSandu) uvakalise inkxalabo malunga neengxelo zokwenzakala nokubhuba kwamalungu e-SANDF atyalwe eDemocratic Republic of Congo (DRC).
Umbutho woKhuselo weSizwe woMzantsi Afrika (iSandu) uvakalise inkxalabo malunga neengxelo zokwenzakala nokubhuba kwamalungu e-SANDF atyalwe…
U-Eugene Botha ugwetywe ubomi ngokubulala izihlobo zakhe.
U-Eugene Botha ugwetywe ubomi ngokubulala izihlobo zakhe.
Amadoda amahlanu abethwe abhubha eNanda, eKZN.
Amadoda amahlanu abethwe abhubha eNanda, eKZN. Imizimba yamadoda amahlanu ifunyenwe ngentseni yangoLwesihlanu kufutshane nesikolo samabanga…
