Umphathi wePSL ubanjiwe kwaye ujongene nezityholo zobuqhetseba kunye nokuxhaphaza imali UMphathi-Jikelele uAce
Ngcobo kunye nenkosikazi yakhe bavele kwiNkundla kaMantyi eBellville eKapa ngezityholo zobuqhetseba kunye nokuxhaphaza imali ngokungekho…
UZolisa Doli ugwetyiwe yinkundla ibihleli eGcuwa.
Inkundla ephakamileyo ibihleli eGcuwa imgwebe ubomi uZolisa Doli (34) ngetyala lokubulala intombi ebencuma nayo uSixolile…
Umphathiswa wepondo uthetha namadoda kuGatyana namhlanje
Inkulumbuso yephondo leMpuma Koloni, uLubabalo Mabuyane, uthetha kwindibano yesithili yamashumi asithoba anesine yoNyaka yaMadoda eqhubekayo…
Kufunyanwe iziyobisi kunye ne nqwaba yeefowuni kwiziko loLuleko.
Kufunyenwe inqwaba yeziyobisi neefowuni nezinye izinto ngethuba kugqogqwa iZiko loLuleko eQalakabusha kuNxweme olukuMntla waseKZN. Zifunyenwe…
Ukunyuswa kweVAT nge 0.5%.
Umphathiswa wezemali uEnoch Godongwana uthi iDA ibhalele umongameli uCyril Ramaphosa imbalelwano ivuma ukunyuswa kweVAT nge0.5…
Akhululwe ngebheyile amagosa ezendlela atyholwa ngorhwaphilizo.
Abathathu ababengamagosa ezendlela kumasipala wengingqi yaseKouga babanjiwe bavele kwinkundla kamantyi yaseHumansdorp izolo.Oku kuza emva kophando…
Missing Alert- Sizwe Brian Mthimkhulu.
Police are seeking the assistance of the public in finding a missing 35-year-old man, Sizwe…
Amagosa ezendlela abanjelwe urhwaphilizo.
Oku kuza emva kophando lweminyaka emithathu olwenziwa liCandelo lokuLwa uRhwaphilizo leSAPS. Aba bathathu babanjwe ngoLwesine.…
UMlungisi Maseko uzifumanele indawo kuMzantsi Men of Influence Awards.
UMlungisi Maseko ophuma kwilali yaseMooiplaas, Mpumalanga, uwongwe ngokusebenzisa iR1.3 yezigidi zeerandi kwintlawulo yakhe yeRoad Accident…
uKwinana onaminyaka engama-61 uthi mdala ukuba angaya entilongweni.
Owayesakuba lilungu lebhodi yakwaSAA uYakhe Kwinana uxelele inkundla kamantyi waseMonti ukuba amatyala abekwe wona ngobuqhetseba.…
